Ndihleli ndedwa eGoli Oh ndikhumbula ekhaya andazi ndenze njani Ndifun’umama andixelele ukuba ndizoba right I just wanna be where I’m most at peace Go home
I left my heart in the Eastern Cape I left my heart where I belong always I left my heart in the Eastern Cape Where I belong Always
Always Always Always Always
Wezinyanya zam Umhlaba wokhokho bam Hai umhlaba wezinyanya zam Hai umhlaba wokhokho bam
Khaya lam Akunzima ukushiya Sophinda sibonane Ndizobuya ndikuphefumle Wena uzondiphilisa
Ey ikhaya likhaya lam Ey ikhaya likhaya lam Ey ikhaya likhaya lam