amagingxigingxi, – Amanda Black

Am I really alright or am I just trying too hard
Am I really alright
Hai andazi ukuba ndizophelelaphi
Hai andazi ukuba ndizophelelaphi

Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama

Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama

Kodwa hai hai
Hai amagingxigingxi
Hai amagingxigingxi
Ndizothini mina ah yeah ah yeah

Hai hai
Hai amagingxigingxi
Hai amagingxigingxi
Ndizothini mina ah yeah ah yeah

Gingxi gingxi
Gingxi gingxi
Thini mina thini mina
Gingxi gingxi

Gingxi gingxi
Gingxi gingxi
Thini mina thini mina
Gingxi gingxi

I’ve been feeling down mthwalo uyand’sinda
Even like iingqondo ziyand’shiya
So much pain don’t know what I did what I did yeah yeah

It’s okay atleast I know I still feel
Pinch myself awake to see it’s real
Though I’m down giving up and’kwazi

Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama

Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama

Kodwa hai hai
Hai amagingxigingxi
Hai amagingxigingxi
Ndizothini mina ah yeah ah yeah

Hai hai
Hai amagingxigingxi
Hai amagingxigingxi
Ndizothini mina ah yeah ah yeah

Gingxi gingxi
Gingxi gingxi
Thini mina thini mina
Gingxi gingxi

Gingxi gingxi
Gingxi gingxi
Thini mina thini mina
Gingxi gingxi
www.pillowlyrics.com
error419786
fb-share-icon497975
Tweet 88k
fb-share-icon20