ekuphileni, – Amanda Black (feat. J’Something)

Ah Maria ah Maria ah Maria ah ah
Ah Maria, ah Maria yeah
Ah Maria ah Maria ah ah

Maria amandla am khawundithandazele
Ndibambelele kuyo indlela yokulunga
Ndiphe ngoko amandla ndigxininise kuyo
Indlela yakho Yesu
Esa ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni

Maria themba lam khawundithethelele
Kunyana wakho uYesu olithamsanqa lethu

Ndiphe ngoko amandla ndigxininise kuyo
Indlela yakho, Yesu
Esa ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni

Ah Maria ah Maria ah Maria ah ah
Ah Maria, ah Maria yeah
Ah Maria ah Maria ah ah
Ah Maria
Uzundincedise ukuthandaza
Ndincedise ukuthandaza
Ndincedise ukuthandaza
Ndincedise ukuthandaza
Ah uthandaza ukuthandaza
Ah uthandaza ukuthandaza
Ah uthandaza ukuthandaza
Ah uthandaza
www.pillowlyrics.com
error419786
fb-share-icon497975
Tweet 88k
fb-share-icon20