Incwad’ Encane – Zahara (feat. Georgyn Kanana)By Ngeny’imini ndathi ndivukaNdabona incwadi encaneNdabona ayiveli kumama lenaXa ibingumama ngeyithe dear sana lwamNdaqhubeka mna ndafundaNdifund’incwadi encaneIthi andazi ndobuya nini naNdisathath’uhambo lwamNdizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubani na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam(Uma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam(Ma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubani na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam(Ma ndifun’ubona isthandwa sam)Ngeny’imini ndathi ndivukaNdadibana nencwadi encaneNdabona ayiveli kumama lenaXa ibingumama ngeyithe dear sana lwamNdaqhubeka mna ndafundaNdifund’ incwadi encaneIthi andazi ndobuya nini naNdisathath’uhambo lwamNdizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ ubon’ isthandwa sam(Ma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam(Uma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndavhunza ndavhunzaNdavhunza akaendepikoHona mudiwa wanguMudiwa wangu wepamoyoDzoka zvako akaende pikoMoyo wangu unorwadza ndikakufungaMisodzi yobudaHoo na yobudaMudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurindaNdati dzoka zvakoNdizokhangela phi naMna ndifun’ubonisthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubaninaMna ndifun’ubona isthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi naMna ndifun’ubonisthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubaninaMna ndifun’ubona isthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam(Ma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam(Uma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam(Uma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam www.pillowlyrics.com419786497975 88k 20