Izintaba – Zahara

Ngapha nangapha ndiv’ amagama am
Bayandibiza, ndiv’ ingxolo
Bebecinga ndizoyekelela
Kodwa ndinethamsanqa
Ngapha nangapha ndiv’ amagama am
Bayandibiza, ndiv’ ingxolo
Bebecinga ndizoyekelela
Kodwa ndinethamsanqa
Kodwa ndinethamsanqa

Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk’ iintaba ziwela kum
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk’ iintaba ziwela kum

Ndivuke kubalel’ engqondweni yam
Ndipheth’ intliziyo yam ngenzandla
Kodw’ ithemba lam likhona
Kuzoba luhlaza ngomso
Kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu
Khawuleza khawuleza

Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk’ iintaba ziwela kum

Kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu
Khawuleza khawuleza

Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk’ iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
www.pillowlyrics.com
error419786
fb-share-icon497975
Tweet 88k
fb-share-icon20