Malumekazi – Nathi

Malumekazi ndibulawa nguwe
Malumekazi uthakatha kakhulu
Malumekazi ndibulawa nguwe
Malumekazi wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe
Wen’uthakatha kakhulu
Malumekazi ndibulawa nguwe
Wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe
Malumekazi wen’uthakatha kakhulu
Malumekazi ndibulawa nguwe
Malumekazi wen’uthakatha kakhulu

Usiphakel’ amaqatha mancinci
Ingathi inyama ithengwa nguw’, aphendlini uzohamba

Ndibulawa nguwe
Wen’uthakatha kakhulu
Malumekazi ndibulawa nguwe
Wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe
Malumekazi uthakatha kakhulu
Malumekazi ndibulawa nguwe
Malumekazi wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe
Wen’uthakatha kakhulu
Malumekazi ndibulawa nguwe
Wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe
Malumekazi wen’uthakatha kakhulu
Malumekazi ndibulawa nguwe
Malumekazi wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe
Malumekazi wen’uthakatha kakhulu
Malumekazi ndibulawa nguwe
Malumekazi wen’uthakatha kakhulu

Usiphakel’ amaqatha mancinci
Lenyama ithengwa nguw’, aphendlini uzohamba

Abantwana basekhaya seberobha kangaka nje benz’wa yindlala

Malumekazi, yini malume? kanti ndibulawa nguwe
Malumekazi, yini malume? Mna ndibulawa nguwe

www.pillowlyrics.com
error419786
fb-share-icon497975
Tweet 88k
fb-share-icon20