Ndiveze – Zahara

Ndiv’ ingoma, engom’ enkulu
Ivela kuwe nkwenkwezi
Ndiv’ ingoma, engom’ enkulu
Ivela kuwe nkwenkwezi
Ndizoqhubeka, ndiveze.

Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze kaloku.
Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze kaloku.

Andilovila kaloku,
Andingosolalaphi.
Ndingumashiy’ amahle,
Undlebenhle zombini, Ndiveze.

Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze kaloku.
Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze kaloku.

Andiboni nzuzo
Andiboni konwaba
Andiboni nsebenzo
Kodw’ ibunzilami lithe ngqo. Ndiveze

Andiboni nzuzo
Andiboni konwaba
Andiboni nsebenzo
Kodw’ ibunzilami lithe ngqo. Ndiveze

Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku.
Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku.

Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku.
Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze ndeveze kaloku.
www.pillowlyrics.com
error419786
fb-share-icon497975
Tweet 88k
fb-share-icon20