Noba Ngumama – NathiBy Mna ndizondwa ngabantuNdizondwa ngumakhelwaneAndaz’ ba ndenzeni na kumakhelwaneMna ndizondwa ngabantuNdizondwa ngumakhelwaneAndaz’ ba ndenzeni na kumakhelwaneKhanibize noba ngumama azondikhululaNdisemzini wegxagxaKhanibize noba ngumama azondikhululaNdisemzini wegxagxaBayandithyola aba bantu mnaBathi ndiqhekezileEmzini wegxagxaBayandithyola aba bantu mnaBathi ndiqhekezileEmzini wegxagxaKhanibize noba ngumama azondikhululaNdisemzini wegxagxaKhanibize noba ngumama azondikhululaNdisemzini wegxagxaNdike ndabizwa ngamagama wonkeNdabizwa nangebhantintiNdikhe ndabekelwa bucala ngabantuNdikhe ndabekelwa bucala ngabantuNdabizwa ngoguluvaNdikhe ndabekelwa bucala ngabantuKhanibize noba ngumama azondikhululaNdisemzini wegxagxaKhanibize noba ngumama azondikhululaNdisemzini wegxagxaKhanibize noba ngumama azondikhululaNdisemzini wegxagxaKhanibize noba ngumama azondikhululaNdisemzini wegxagxaMna ndizondwa ngabantundizondwa ngumakhelwaneAndazi ba ndenzeni na kumakhelwane www.pillowlyrics.com419786497975 88k 20