Thandwa Ndim – Amanda Black

Ndizothandwa ngubani na
Xa ndishiya lendoda
Ndizothandwa ngubani na
Xa ndishiya lendoda
Ndizothandwa ngubani na
Xa ndishiya lendoda
Ndizothandwa ngubani na
Xa ndishiya lendoda

Nanku uNomathemba uyakhathala
Uthi akazazi uzothini na ngoku
Akazazi
Mmmm akazazi
Mphemfumlo wam uzophelela kuphi
Andisakwazi nothetha
Ndizothetha nobani
Ndizothetha nobani, ndithi

Ndizothandwa ngubani na
Xa ndishiya lendoda
Ndizothandwa ngubani na
Xa ndishiya lendoda
Ndizothandwa ngubani na
Xa ndishiya lendoda
Ndizothandwa ngubani na
Xa ndishiya lendoda

Uzothandwa Ndim
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa
Uzothandwa
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa
Uzothandwa
Uzothandwa
Uzothandwa
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa
Uzothandwa
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa Ndim, yeah

Abangani bayandixwayisa
Ndiyamthanda
Ndiyamthanda
He says it’s my fault, maybe ndim
He was never like this, I need him
I need him
I need him
I need him
I need, him
He says it’s my fault, maybe ndim
He was never like this I need him

Ndizothandwa ngubani na
Xa ndishiya lendoda
Ndizothandwa ngubani na
Xa ndishiya lendoda
Ndizothandwa ngubani na
Xa ndishiya lendoda
Ndizothandwa
Ndizothandwa
Ndizothandwa ngubani

Uzothandwa Ndim
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa
Uzothandwa
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa
Uzothandwa
Uzothandwa
Uzothandwa
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa
Uzothandwa
Uzothandwa Ndim
Uzothandwa Ndim, yeah
www.pillowlyrics.com
error419786
fb-share-icon497975
Tweet 88k
fb-share-icon20