Ukuthanda Wena – NathiBy Ukuthanda wena ladyKungumsebenzi wamUkundithobela wenaKungemsebenzi wakhoUkuthanda wena ladyKungumsebenzi wamUkundithobela wenaKungemsebenzi wakhoOko ndathandana naweBakhany”ubomi kwamnandiSathandana wabaLubambo lwamOko ndathandana naweBakhany”ubomi kwamnandiSathandana wabaLubambo lwamUkuthanda wena ladyKungumsebenzi wamUkundithobela wenaKungumsebenzi wakhoUkuthanda wena ladyKungumsebenzi wamNdithobela wenaKungumsebenzi wakhoOko ndathandana nawe bakhany”ubomi kwamnandi sathandana wabaLubambo lwamOko ndathandana nawe bakhany”ubomi kwamnandi sathandana wabaLubambo lwamOko ndathandana nawe bakhany”ubomi kwamnandi sathandana wabaLubambo lwamAzange wakhe wandiphoxaAzange wandishiyaAzange wakhe wandihlazisaLubambo lwamAzange wakhe wandiphoxaAzange wandishiyaAzange wakhe wandihlazisaLubambo lwamOko ndathandana naweKwakhanya njengemini kwamnandi sathandana wabaLubambo lwamOko ndathandana nawe bakhany”ubomi kwamnandi sathandana wabaLubambo lwamOko ndathandana nawe bakhany”ubomi kwamnandi sathandana wabaLubambo lwamOko ndathandana nawe bakhany”ubomi kwamnandi sathandana wabaLubambo lwam www.pillowlyrics.com419786497975 88k 20