Amapleya – ZaharaBy Andithandi ukulwa,Ndifuna uxolo nokuthula,khuluma… ub’andenzi kak’hleUzondi loos(a)Ulokhu usihla wenyuka, ndiyahambaNdikhathele nguweSoloko ndinawe ndikhala imihla nezoloUyandikhathaza uhamba ubuye nenxoloSoloko ndinawe ndikhala imihla nezoloUyandikhwaza uthetha ngathi and’nagqondoUma ulisokaNo! ah ah, I don’t want you [x3]And’wafuni amasokaNo! ah ah, I don’t want you [x3][x3]Andithandi ukulwa,Ndifuna uxolo nokuthula,khuluma… ub’andenzi kak’hleUzondi loos(a)Ulokhu usihla wenyuka, ndiyahambaNdikhathele nguweSoloko ndinawe ndikhala imihla nezoloUyandikhathaza uhamba ubuye nenxoloSoloko ndinawe ndikhala imihla nezoloUyandikhwaza uthetha ngathi and’nagqondoUma uyipleyaNo! ah ah, I don’t want you [x3]And’wafuni amapleyaNo! ah ah, I don’t want you [x3][x3]Uma uyipleyaNo! ah ah, I don’t want you [x3]And’wafuni amapleyaNo! ah ah, I don’t want you [x3] www.pillowlyrics.com419786497975 88k 20