Ndixakene liphupho lam We mali, we mali Ndahlukene nezihlobo zam We mali, we mali Abapolitiki nasecaweni Baxabana ngawe, we mali Nakum uzamile, mali Awuphumelelanga, we mali
Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho Mali mali mali Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho Mali mali mali Sesibulalana ngenxa yakho
We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho
Ndixakene liphupho lam We mali, we mali Ndahlukene nezihlobo zam We mali, we mali Abapolitiki nasecaweni Baxabana ngawe, we mali Nakum uzamile, mali Awuphumelelanga, we mali Abapolitiki nasecaweni Baxabana ngawe, we mali Nakum uzamile, mali Awuphumelelanga, we mali