Imizamo Yam – NathiBy Oh nkosi yam ubundithandaEkulahlekeni kwamOh nkosi yam waman’ ulandaFuthi emkhondeni wamIlizwi lakho nkosi yamLindikhanyisele namNomoya wakho nkosi yamUsisonwabiso samNdingavuya nkosiXa unoybon’ imizamo yamNdingavuya nkosiXa unoybon’ imizamo yamNdingavuya nkosiNdingavuya nkosi yamNdingavuya nkosiNdingavuya nkosi yamNoba mafu angasith’ ilangaUkhona awundishiyangaUhamba nami lonk’ ilangaNjengosana likuninaNob’ umthyol’ ezondilingaIzilingo zingapheziUhlale nam, ndiban’ ndizifihlaEthunzini leempiko zakhoNdingavuya nkosiXa unoybon’ imizamo yamNdingavuya nkosiXa unoybon’ imizamo yamNdingavuya nkosiNdingavuya nkosi yamNdingavuya nkosiNdingavuya nkosi yamNdingavuya nkosiXa unoybon’ imizamo yamNdingavuya nkosiXa unoybon’ imizamo yamNdingavuya nkosiNdingavuya nkosi yamNdingavuya nkosiNdingavuya nkosi yam www.pillowlyrics.com419786497975 88k 20