Intliziyo – Nathi

Kukh’indawo, intnliziyo
Wayenz’u uThixo yafihlakala

Kukh’indawo, intnliziyo
Wayenz’u uThixo yafihlakala

Angek’uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe zaziwa nguye
Angek’uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe ahamba ngazo

Kanti zisetshe wena, ngokwako
Uhamba kanjani

Kanti zisetshe wena, ngokwako
Uhamba kanjani

Undihlambe intliziyo
Ndingekalali kobu buthongo
Undihlambe ezonweni
Ndigekalali kobu buthongo

Kanti zisetshe wena, ngokwako
Uhamba kanjani

Kanti zisetshe wena, ngokwako
Uhamba kanjani

Kanti zisetshe wena, ngokwako
Uhamba kanjani

Kanti zisetshe wena, ngokwako
Uhamba kanjani

Ingakwenz uzibuz’
Imibuzo engaphendulekiyo
Ingakwenza ungalal’ ebusuku
Ingakufaka ezintweni intliziyo yakho
Ingakufaka ezintweni intliziyo yakho

Kanti zisetshe wena, ngokwako
Uhamba kanjani

Kanti zisetshe wena, ngokwako
Uhamba kanjani

Lent’ uyenzayo
(Kanti zisetshe wena, ngokwakho)
Noba wenzani, uzenzela wena

Lent’ uyenzayo
(Kanti zisetshe wena, ngokwakho)
Noba wenzani, uzenzela wena

Kanti zisetshe wena, ngokwako
Uhamba kanjani

Kanti zisetshe wena, ngokwako
Uhamba kanjani

Kukh’ indawo intliziyo
Wayenz’ uThixo yafihlakala

Kukh’ indawo intliziyo
Wayenz’ uThixo yafihlakala
www.pillowlyrics.com
error419786
fb-share-icon497975
Tweet 88k
fb-share-icon20